Ufulu Ngubane - Utata wandixelela emaphupheni ukuba ndiye ehlathini ndiyokuqokelela umxube wamayeza okunyanga iAIDS.

ntsholongwane bakwazi ukusukuma bahambo.qp>
Ukanti nkqu nesibhedcfele esinjengePrince Mshiyeni eMlazi sele zithe abantu abanale ntsholongwane mabaye kumaxhwele ingakumbi uLulu Ngubane. Ngokwemithombo ethembekiieyo kwesi sibhedlela. amakhulu khulu abaguli aye akhuiulwa acelwa ukuba aye kuNgubane okanye naliphi na ixwele kuba isibhedlele sigcwele sinabaguli abaneHlV neAIDS. Kunzima kuzindleko kwisibhedlele ukugcina aba bantu, itsho imithombo ethembekileyo apho.
Ethetha kwigumbi anyanga kulo emzini wakhe okwa-B1275 eMlazi uNgubane uthe ubenyanga amaxhoba aneAlDS eminyakeni emibini edlulileyo.
Bendiligqirha okwama-20 eminyaka adlulileyo kodwa ndiqalise ukunyanga iAIDS eminyakeni omithathu edlulileyo, utshilo Io mfo onelizwi efiphantsi. Unyango IweAIDS luziswe kum xa ndaphupha ubawo ongasekhoyo naye owayekwaligqirha.
Kweli phupha uthe ukhathazwa sisifo esigqugqise ngokubulala isizwe. Ndimxelele ukuba nam ndiyasoyika kuba asikhathali nokuba uneminyaka emingaphi. Undiyalele ukuba ndiye kwihlathi eliserApendle kumbindi waKwaZulu Natal ukuze ndifumane apho umxube wamayeza ndiwahlanganise ndize ndiwasebenzise njengomxube wokunyanga abaneAlDS.
Amaxhwele athi anokunyanga ubhubhani wentsholongwane yeAIDS aye athakazelwa kodwa uNgubane akathandanga kuziveza waza wayekefa amazwi akhe athethe ngokulwa esi sifo sibulalayo. Fudufa osebenza kwaRomatex, ungumntu olulamileyo.
Okona kubalayo kukunyanga abantu hayi ukuxambulisana ngezinto onazo. Ndifuna amaPhunga naMageba ekusisizwe samaZulu sinyangwe.
Abantu bebethontelana apha ukuze bancedwe kwaye ndikwazile ukubanceda. Akakho okhe wabulawa ngamayeza am ngaphandle nje kowasetyhini owaziswa imeko yakhe sele imbi.
Ehlanganisa imixube uNgubane unethemba Iokuba unyana wakhe (ekhohlo) uza kuqhubeka neshishini lakhe.

lnkqubela esendiyenzife kuze kube ngoku iyandivuyisa.
Ukuqiniseka ukuba olu nyanga lusemngangathweni kwaye lufanefeka uNgubani usebenzisana nesebe lolwazi ngeentsholongwane ezincinci nelikwiUniversity of Natal Medical School.
lnqununu yeli sebe uNjingalwazi Afan Smith, sele indinike iibhotilana ezincinane ukuze ndiqokelele izinkcwe zabaguli ukuze zixilongwe kuqondwe umahluko phakathi komntu oneAlDS nonesinye isifo. Esi sikolo sithatha izinkcwe zomntu ngamnye sizise elebhu kuze kuthi kwakuqondwa ukuba umguli unentsholongwane yoHlV ndimnike iyeza eliyi-R25 ilitha. Oku kuwubangela umsebenzi wam ube lula ukanti kushenxisa noloyiko kubantu abanezifo ezinjengeTB nomhlaza, utshilo uNgubane.
lthe iBONA isandlan indfebe
naye, indledlana engena emzini wakhe yabe inabantu abangama-50 abalindileyo befuna ukunyangwa nguNgubane. lnkoliso yabaguli .ngokuphambili isuka eMlazi ukanti kukho nabanye abaphuma kumaphondo anjengeGauteng neMpumalanga. Abanye abagufi bebegula kakhulu ukanti abanye bebengabang ixhala. Bakhawuleza bazifihfe kwiikhamera zethu
bengafuni ukuthetha nonondaba ngemeko yabo.
Kumbindi weTheku ziye
zinwenwa iindaba zikaGcina Mtshali oligqirha naye lithemba kubantu
Kwathi akuba etundeie ukuba yielectrical engineer, uGcina Mtshli wayeka waza waba ligqirha ehlanganisa amayeza aseNtshona nawaseAfrika kuba elangazelela ukunyanga izifo kuquka neAIDS.
BONA XHOSA - ApriI 2000 37


abaneAlDS. NjengoNgubane uMtshali unethemba Iokuba ubuyisa ubomi nethemba kumawaka abantu baseMzantsi Afrika neAfrika ngokubanzi. EIi gqirha lisebenza ngokwahlukileyo kwamanye amagqirha narnaxhwele kuba amayeza akhe anamayeza aseNtshona nawakwantu ukuze akwazi ukufezekisa umnqweno wakhe wokunyanga nakwamanye amazwe ehlabathini.
lyeza Iam aliyinyangi ngokupheleteyo IAIDS kodwa Iithothisa ukutyhutyha kwentsholongwane yayo egazini. Ukususela ngo-1 995 ndinyange abantu ebebegula kakhulu ndaza ngo-1998 ndanenkolo yokuba ndimele ndenze umahluko kwimpilo
yabantu abantu. lyeza lam lilwa nemiqondiso yeAIDS Iize lithothise amandla ayo. Ngoku sekufuneka ndithumele iiodolo kumazwe akude njengeNigeria, iuganda, iTanzania namanye amazwana aseAfrika apho abantu bafa mihla le ngenxa yeAIDS, utshilo uMtshali.
Abantu abaneAlDS badidekile, baphelelwe lithemba kwaye ngokwasengqondweni bakhathazekile, utshilo uMtshali. Ngokuqhelekileyo olixhoba uyakoyika ukuthetha elubala maiunga nobunjani bakhe ngentsholongwane yeAIDS.
Beza kuphela xa bebona ukuba irno yabo seyiphakathi kokuphila nokufa nto leyo ebangela amagqirha angakwazi ukubanyanga. Abantu
kufuneka bathethe ngeAlDS bamane bexilorigwa kuba esi sifo asihtaseli abantu abahambe besiba neendibano zesondo kuphela sinokuhlasela nkqu nabantu abatshatileyo, utshilo uMtshali.
Abantu bazo zonke izizwe baya kwiofisi entle kaMtshali ekwikona yeSmith noField Street ukuze bafumane amayeza akhe. Abanyanga ebahlonipha mguli ngamnye emnika ingqalelo yakhe.



IAIDS seyifikile
lndawo eseyithandu ukudumo eMzanfsi Afrika ngokube kunwenwa iAIDS kuyo yiMpuma Koloni. Apha kosuselwa mulunga nomnye kwabahlauu kubantu ubakhutheleyo kwiindibano zesondo kodwa lo mmondla sele uyenye yeendciwo ezinkqenkqeza phombili kumanani abonenisholongwune yeAIDS.
EtJtiko uMzuntsi Afrika ukwindawo yesine apho omunenekazi ukhulelweyo anenfsholongwane yeAIDS aneminyaku ephakuthi kwe-1 5 nama-1 9 ngokobalo olwenziwe ngo-] 998.
Botswunu:	31%
Mozambique:
Rwonda:
Maiawi:
Zambiu:
Burundi:
Ethiopia:
(ote dlvoire:
Kenya:
Namibiu:
Ugandu:
Gabon:
tunzunia:
Burkina Faso:
Cameroon:
Ghana:
Dem. Rep. Congo:
IKwaZuiu-Nutai iphondo elinamanani aphezuiu
amunenekazi unentsholongwane yeAIDS
ukwiminyaka ephakathi kwe-1 5 nama-49:
KZN:	33%
Ntpumalanga:	30%
Free State:	23%
Gauteng:	23%
NorthWest:	21%
EasternCape:	16%
Northern Province:	1 2%
Northern Cape:	1O%
Western Cape:	5%
Nutional average:	23%
UNjingalwazi Alan Smitti wesebe leentshoiongwane
ezincinci kwiYunivesiti iNatal
Medical Schuool uhlola izinkcwe eziqokelelwe kubaguli bakaNgubane.
Zimbubwe:
Swazilur,cI:
South Africu:
ngaba abu bayiyinycmga iAIDS?
Kungufuna intywenka yemaii ukuze kuphandwe kokubini umuyeza kaLulu Ngubane noGcinu Mtshali ukuqonda enoba ayinyangfl ngenene na IHIV/AIDS, uishilo oyinqununu kwisebe levirology emecIical school kwiYunivesifi yaseNatal ut4iingalwazi Alan Smith.
Ndibabonile ubaguli abanyangwe nguNgubane kwaye noko bayachatha. lgazi elitsaiwe kubo kwanezinkcwe liye lahlalwa - Kodwa kunokufuna inkxaso mali ukuphanda ngokupheleteyo abakutshoyo. Kuba amagqirha amaninzi eqhubeka ngokuthi anyunga iAIDS, kungcono ukulwenza uphando ukuze kubonwe ubunyani boko.





Unyango IweNlsholongwatie yeAIDS
26%





23%





21 %





1 9%





1 9%





1 7%





1 7%





1 6%





1 5%





14%





1 3%





11%





1 O%





7%





7%





6%





5%





3%





2%
38 BONA XHOSA - April 2000



Ndilikhoboka labaguli bam, ndenza konke okusemandteni am ukuqinisa ukuba ndisirtdisa ubomi kuso nasiphi isifo. Nkqu nokuba abanamali yakuhlawula amayeza am, ndisoloko ndiqiniseka ukuba ubomi babo buza kuqala phambi kokuba sixoxe ngentlawulo.
Andiqhayisi ngendlela endisebenza ngayo.
Ndenza lo msebenzi ngenxa yokuba ndibiziwe ukuze
ndisindise ubomi babantu hayi ukwenza imali.
UMtshali uyavuma ukuba wayeka umsebenzi
wakhe ohlawulayo wokuba yielectrical engineer waza
waba ligqirha.
Xa ndandiseyinkwenkwana ndandithanda ukuphathwa yintloko ebuhlungu enganyangeki. Kwabakhathaza abazali bam xa ndandisenza ibanga lematnki baza bandisa exhweleni elabaxelela ukuba ndibiziwe ukuze ndibe ligqirha. Utata owayesebenza ebhankini njengomthunywa wakuchasa oku kuba etuna ndifunde.
Wayesazi ukuba ukuba lixhwele kuza kuphazamisa amathuba am okufunda. Wazama ukuqiqa nezinyanya zaza izinto zabukeka zithembisa.
UMtshali wafunda ieiectrical engineering etheknikon kodwa xa wayesebenza kwinkampari ye-elektriki ejohannesburg waqalisa ukugula. Ngeli thuba kwakuxhalisa. Ndandisazi ukuba kwakungekho nto ndinokuyenza ngaphandte kokwamkela olu bizo ndize ndilibale ngemfundo. Ukususela ngoko andikhange ndibe sajonga emva, ukhumbula oko.
Nakuba uGcina ekholetwa kumandla amayeza akhe ukwanenkolo yokuba nguThixo ongumsindisi -uqhubeka exetela abaguli bakhe ukuba bathandaze. Uthi ukwazile ukunceda abantu bakhe ngamandla kaThixo.
Kodwa eli gqirha liselula likwasebenzisa ubugcisa bale mihla ukulwa nalo bhubhani wesifo. Uxakekile neenkampani zee-etektroniki ukuba zimfakele ifowuni yokunika uncedo. Olu nxibelelwano letowuni lunokucebisa abantu abanazo zonke izifo kuquka neAIDS. Ndikwaceba nokuba ndibe newebsite apho abantu kumazwe ngamazwe banokuncedakata bafumane amayeza am.
Iyufu iAfrika
Ukususelo mhia iHIV neAIDS zaqala ukuvelu ezindubeni zweni bunzi
ebutsheni beyee-1 980 ngaphezu kwe-1 6 lezgidi zabuntu zweni
bnnzi ziye zafu ngenxa yesi sifo numanani umva nje adiza ukuba:
izigidi ezi.6 zabaniu zisundul ukusuleiwa ngo-1 999
nesiqingafha sesigidi kubo ngabantwanu ubane-1 5 leminyaka.
malunga nezigidi ezi-3 zubantu zife ngenxa yeAIDS ngo.1 999.
Amn-3 ezigidi ngoku ciphila eneFHV/AIDS
Molunga nesiqingatha sabuntu ubanentsholongwane yeAtDS bosulelwo phambi kokuba babe baneminyaku engama-25 luze
urinzi lwabo lufe lungekafiki kuma-35 eminyaku.
KwiSub-Saharan Afriku amu-70 ekhulwini ngabantu
nbanentsholongwane yeAtDS kuze
kuqikeielwe ukuba iminyaka yokuphila kwiAfrika esemuzantsi ibisuko kuma-44 eminyaku kweye-1 950 ukuya kuma-59 ebutsheni beye-1990 kuihiwa seyihlile izu kufika kuma-45 phukathi konyuku we-1005 nowe-2010 ngenxa yokubulawa yi-AIDS.







- KUGQIBELENI ihlabathi  liyavuma ukuba uMzantsi
Afrika unazo iindawo
ezibalulekileyo ehlabathini ezifana neGiza Pyramids eseEgypt, iVictoria Falls eseZimbabwe, iGrand Canyon eseUSA neTower of London. Kodwa iindawo ezikweli lizwe azitsali mdla kubakhenkethi kuphela, kwaye azilolifa leli tizwe kuphela, koko zititifa lehlabathi tipheta ngokutsho kweUnited Nations Educationat, Scientific and
Cuttural Organisation (IUNESCO). Yiyo loa nto iSterkfontein Caves
ekufuphi nasekrugersdorp eGauteng, iRobben lsland eseNtshona Koloni neGreater St Lucia Wetland Park eKwaZulu-Natal zityunjwe njengeeworld Heritage Sites. Zontathu ezi ndawo zibonisa imvelaphi yabantu, inkululeko yopolitiko yabantu bomthonyama nokuiondolozwa kwemihlaba engamafa eli lizwe. Njengoko sele kumbovu sibhiyozele iHuman Rights
Day neFreedom IDay, eli lixesha elihte lokubhiyozela ukwamkelwa kweendawo ezikweli njengamafa. ehlabathi.
Ukuba neendawo ezibizwa ngokuba ziiWorld Heritage Sites kubazeta nezinto ezininzi ezilunced abantu baseMzantsi Afrika. Kuza kwandisa abakhenkethi abeza kwet, nto leyo iza kuba negalelo elihle kuqoqosho lweli lizwe. Okwenzeka kwamanye amazwe kubonisa ukuba inani labantu abatyelela kwezi
amafa elizwe Iethu
kubhale kwafota
uCHRIS VAN DER MEHWE
Umthi wompayini oseAobben lsland uboriisa ukuba te ndawo ibisoloko iyindawo ehlala abantu.
Sigcine ubutyebi
behabathi
40 BONA XHOSA - April 2000

